Connect with us

NaijaMusic

Zahara – Xa Bendingena Mama

Xa Bendingena Mama by Zahara Mp3 Download

Tune in to Zahara titled Xa Bendingena Mama. Bulelwa Mkutukana, known by her stage name Zahara, was a South African singer, songwriter and guitarist. Her music was classified loosely as “Afro-soul”. This is what real music feels like.

          DOWNLOAD MUSIC HERE

Use the link below to stream and download Xa Bendingena Mama by Zahara.

Lyrics of Xa Bendingena Mama by Zahara

Xa bendinomamaNgesendine tiki eboshwe ngaphambiliNgokwenene ndiyahambaNgokwenene ndibhekegoli sana lwam
Xa bendinomamamNgesendineqhiya ebeshwe ngaphambiliNgokwenene ndiyahambaNgokwenene ndibheke goli sana lwam
Ndiyagodol’iyho maNdiyagodol’incinci nale ragi mntakamamaIyho ndiyahambaIyho ndibhek’eGoli sana lwam
Ndiyagodol’iyho maNdiyagodol’incinci nale ragi mntakamamaIyho ndiyahambaIyho ndibhek’eGoli sana lwam
Xa bendinomamaNgesendineqhiya ebotshwe ngaphambiliNgokwenene ndiyahambaNgokwenene ndibhek’eGoli sana lwam
Ndithi nxa bendinomamaNgesendineqhiya ebotshwe ngaphambiliNgokwenene ndiyahambaNgokwenene ndibhek’eGoli mna nosana lwam
Ndiyagodoli yhooo maNdiyagodol’incinci nale ragi mntakamamaIyhu ndiyahambaIyhu ndibhek’eGoli sana lwam
Ndiyagodoli yhooo maNdiyagodol’incinci nake rhagi mntaka mamaIyhu ndiyahambaIyhu ndibhek’eGoli sana lwam
Ndiva isikhal’esandohlukanisa nomamamAndivumi ngosana lwamNdiboleken’iduveyiIncinci naleragi mntaka mama
Ndiva isikhal’esandohlukanisa nomamamAndivumi ngosana lwamNdiboleken’iduveyiIncinci naleragi mntaka mama
Ndiyagodoli yhooo maNdiyagodol’incinci nale ragi mntakamamaIyhu ndiyahambaIyhu ndibhek’eGoli sana lwam
Ndiyagodoli yhooo maNdiyagodol’incinci nale ragi mntakamamaIyhu ndiyahambaIyhu ndibhek’eGoli sana lwam
Ndiyagodoli yhooo maNdiyagodol’incinci iragi mntakamamaIyhu ndiyahambaIyhu ndibhek’eGoli sana lwam
Ndiyagodoli yhooo maNdiyagodol’incinci nale ragi mntakamamaIyhu ndiyahambaIyhu ndibhek’eGoli sana lwam
 
Download Mp3 Here

Click to comment

Leave a Reply

Your email address will not be published. Required fields are marked *

Trending Musics