NaijaMusic
Zahara – Nyamezela
Nyamezela by Zahara Mp3 Download
Tune in to Zahara titled Nyamezela. Bulelwa Mkutukana, known by her stage name Zahara, was a South African singer, songwriter and guitarist. Her music was classified loosely as “Afro-soul”. This is what real music feels like.
Use the link below to stream and download Nyamezela by Zahara.
Lyrics of Nyamezela by Zahara
Ndizonyamezela ndize ndifike kuweNdizonyamezela imihla yam yolulweNdizonyamezela ndize ndifike kuweNdizonyamezela imihla yam yolulwe
Namhlanje ndinokholoUbomi buzitshintshaNdibon’ ilizwe elitsha sinothando
Andina nto esedleniNdize kanye NkosiLiwa libhek’ umoya akukho themba
Ndizonyamezela ndize ndifike kuweNdizonyamezela imihla yam yolulweNdizonyamezela ndize ndifike kuweNdizonyamezela imihla yam yolulwe
Kubethan’ incingaNdihambe ndibuye kuwe ndlelaNamhlanje ndinethembaUbomi buzotshintsha eish
Ndikhula ndinesihlahla ngumthunzi wamNamhlanje ndinethembaUbomi buzotshintsha
Ndandisiya nezihlwele ku indlu yakhoNamhlanje ndindondwaUndithembisile wathi uzobuyaNdibe kuwe ndlelaNamhlanje ndindondwa
Ndandisiya nezihlwele ku indlu yakhoNamhlanje ndindondwaUndithembisile wathi uzobuyaNdibe kuwe ndlelaNamhlanje ndindondwa
Ndizonyamezela ndize ndifike kuweNdizonyamezela imihla yam yolulweNdizonyamezela ndize ndifike kuweNdizonyamezela imihla yam yolulwe
Ndizonyamezela ndize ndifike kuweNdizonyamezela imihla yam yolulweNdizonyamezela ndize ndifike kuweNdizonyamezela imihla yam yolulwe
-
NaijaMusic8 months agoHuntrix – Golden (KPop Demon Hunters)
-
NaijaMusic7 months agoYaks Aruwa – Taimake Ni
-
NaijaMusic8 months agoThe Stranglers – Golden Brown (Slowed Down)
-
NaijaMusic8 months agoXania Monet – Let Go, Let God
-
NaijaMusic6 months agoThrough Me – Lord I’M Tired But Don’T Give Up On Me
-
NaijaMusic7 months agoGIMS – DO YOU LOVE ME