Connect with us

NaijaMusic

Zahara – Incwad’encane

Incwad’encane by Zahara Mp3 Download

Feel the beat from Zahara titled Incwad’encane. Bulelwa Mkutukana, known by her stage name Zahara, was a South African singer, songwriter and guitarist. Her music was classified loosely as “Afro-soul”. This is what real music feels like.

          DOWNLOAD MUSIC HERE

Use the link below to stream and download Incwad’encane by Zahara.

Lyrics of Incwad’encane by Zahara

Ngeny’imini ndathi ndivukaNdabona incwadi encaneNdabona ayiveli kumama lenaXa ibingumama ngeyithe dear sana lwamNdaqhubeka mna ndafundaNdifund’incwadi encaneIthi andazi ndobuya nini naNdisathath’uhambo lwam
Ndizokhangela phi na? (Ndizobuza bani na)Mna ndifun’ubonisthandwa sam (mna ndifun’ubona isthandwa sam)Ndizobuza kubanina? (Ndizobuza bani na)Mna ndifun’ubona isthandwa sam (mna ndifun’ubona isthandwa sam)
Ndizokhangela phi na? (Ndizobuza bani na)Mna ndifun’ubonisthandwa sam (mna ndifun’ubona isthandwa sam)Ndizobuza kubanina? (Ndizobuza bani na)Mna ndifun’ubona isthandwa sam (mna ndifun’ubona isthandwa sam)
Ngeny’imini ndathi ndivukaNdadibana ne incwadi encaneNdabona ayiveli kumama lenaXa ibingumama ngeyithe dear sana lwamNdaqhubeka mna ndafundaNdifund’incwadi encaneIthi andazi ndobuya nini naNdisathath’uhambo lwami
Ndizokhangela phi na? (Ndizobuza bani na)Mna ndifun’ubonisthandwa sam (mna ndifun’ubona isthandwa sam)Ndizobuza kubanina? (Ndizobuza bani na)Mna ndifun’ubona isthandwa sam (mna ndifun’ubona isthandwa sam)Ndizokhangela phi na? (Ndizobuza bani na)Mna ndifun’ubonisthandwa sam (mna ndifun’ubona isthandwa sam)Ndizobuza kubanina? (Ndizobuza bani na)Mna ndifun’ubona isthandwa sam (mna ndifun’ubona isthandwa sam)
Ndavhunza ndavhunzaNdavhunza akaendepikoHona mudiwa wanguMudiwa wangu wepamoyoDzoka zvaaaako akaende pikoMoyo wangu unorwadza ndikakufungaMisodzi yobudaHoo na yobudaMudiwawangu dzoka iwe ai ndichakurindaNdati dzoka zvaaaaako
Ndizokhangela phi na? (dzoka zvaaaako akaende piko)Mna ndifun’ubonisthandwa sam (hona mudiwa wangu)Ndizobuza kubanina? (Ndavhunza ndavhunza)Mna ndifun’ubona isthandwa sam (mudiwa, mudiwa wangu)Ndizokhangela phi na? (Dzoka zvaaaako akaende piko)Mna ndifun’ubonisthandwa sam (mna ndifun’ubona isthandwa sam)Ndizobuza kubanina? (Ndavhunza ndavhunza)Mna ndifun’ubona isthandwa sam (mna ndifun’ubona isthandwa sam)
Ndizokhangela phi na? (Ndizobuza bani na)Mna ndifun’ubonisthandwa sam (mna ndifun’ubona isthandwa sam)Ndizobuza kubani na? (Ndizobuza bani na)Mna ndifun’ubona isthandwa sam (mna ndifun’ubona isthandwa sam)Ndizokhangela phi na? (Ndizobuza bani na)Mna ndifun’ubonisthandwa sam (mna ndifun’ubona isthandwa sam)Ndizobuza kubani na? (Ndizobuza bani na)Mna ndifun’ubona isthandwa sam
 

Download Mp3 Here

Click to comment

Leave a Reply

Your email address will not be published. Required fields are marked *


Trending Musics